Ringo Madlingozi - Sondela Songtext

Ringo Madlingozi - Sondela Übersetzung

Eyami ndendwa eyami
Ohh ndiyayithanda lentombi

Sondela sthandwa sondela
Na'uthando lwami lugqine lonke
Thath'uthando lwami Umqimb'uqalanye

Ehh yami ndendwa ehh yami
Ohh ndiyayithanda lentombi
Amehlo ayo ayandibulala
Ohh ndiyayithanda lentombi
Sondela

Noma bengathini ngawe
Ehh ehh bamb'isandla sami
Ngowami lona ngowami

Ohh ndiyam'thanda lomntwana
Amehlo akhe ayandibulala
Songtext-ubersetzung.com
Ehh ndiyamthanda lomntwana
Ohh sondela

Ngeke ndikuphoxe
Hee ntandwa yami
Ukuthula sthandwa sam'
Ngohlala ndingowakho ohh
Kude kude kuyovalwa

Ngeke ndikuphoxe
Ngohlala ngikuthanda ngikuthanda
Ungowam' kude kuyovalwa
Ngeke ndikuphoxe
Hee ntandwa yami
Ngohlala ngingowakho ooh
Kude kuyovalwa

Ungakuphind'uhambe
Sthandwa sami

Mine ndendwa Mine
Uh ndiyayithanda Tochter

Zeichnen Babe Ansatz
Na'uthando all meinen Rhythmus
Thath'uthando meine Umqimb'uqalanye

Ehh meine ndendwa meine ehh
Uh ndiyayithanda Tochter
Seine Augen und slay
Uh ndiyayithanda Tochter
nah

Oder für Sie
Ehh ehh meine bamb'isandla
Mine Mine

Uh ndiyam'thanda Kind
Seine Augen und slay
Songtext-ubersetzung.com
Ehh Kind ndiyamthanda
uh Ansatz

ndikuphoxe
Hee mein ntandwa
Friedens Baby sam '
Ich werde ndingowakho uh
Weit, weit gestoppt werden

ndikuphoxe
Ich werde liebe dich liebe dich
Meins ist "weit von versiegelten
ndikuphoxe
Hee mein ntandwa
Ich werde ich bin Ooh
weit angehalten werden,

Ungakuphind'uhambe
mein Engel


Zuletzt bearbeitet von: Anonym

Übersetzung bearbeiten